🎵

Zipho Phezulu

Freshlyground

FreshlygroundLetra oficial

LETRA

Traducir
Zipho Phezulu
Ndiye kugqirha
Ndathi "khangela intloko yam!
Ndinamaphupha, ndiphupha kak'bi gqirha wam
Khangela nantsi intliziyo yam
Ndinamaphupha, ndiphupha kak'bi"
Hela hela sithandwa sam!
NgumaDlamini luphambi kwakho
NguJama s'Jadu, Fakade, Ngxowonoboya!
Hela hela sithandwa sam!

(I went to the doctor
And said “Look into my head; I have terrible dreams…
Look into my heart; I have terrible dreams…”
Hela hela my love!
MaDlamini stands before you
Jama s'Jadu, Fakade, Ngxowonoboya!
Hela hela my love!)
👤
Letra enviada por @motivazone90

Las letras de canciones pertenecen a sus respectivos autores y titulares de derechos.

Más canciones de Freshlyground

Ver artista